play youtube video
Noba Ngumama
Nathi
Noba Ngumama video

NATHI


Noba Ngumama Lyrics

[Verse 1]
Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane
Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane

[Chorus]
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa

[Verse 2]
Bayandithyola aba bantu mna
Bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa
Bayandithyola aba bantu mna
Bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa

[Chorus]
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
[Bridge]
Ndike ndabizwa ngamagama wonke
Ndabizwa nangebhantinti
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndabizwa ngoguluva
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu

[Chorus]
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa

[Outro]
Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane

Watch Nathi Noba Ngumama video
Hottest Lyrics with Videos
14d83932bd4d59f8c517cef46b87d9a7

check amazon for Noba Ngumama mp3 download
these lyrics are submitted by itunew3
Songwriter(s): Nathi
Record Label(s): Muthaland Entertainment
Official lyrics by

Rate Noba Ngumama by Nathi (current rating: 8)
12345678910
Meaning to "Noba Ngumama" song lyrics
captcha
Characters count : / 50
Latest Posts