play youtube video
Ndenzenjani
Nathi
Ndenzenjani video

NATHI

Ndenzenjani Lyrics

[Chorus]
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani

[Verse 1]
Kolu thando ndibon' ingozi
Kolu thando ndibon' intshaba
Zezilungiswe nguw' ezonto
Ndenze njani?

[Verse 2]
Ndakuhliwa nasisifo
Onk' amandla am ahluthwa
Ndiyazama kodwa, ndenze njani?
Yiguqul' eyam intando
Yifanise nale yakho
Susa konk' ukuthandabuza
Ndenze njani?

[Chorus]
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani

[Bridge]
Kolu thando ndibon' ingozi
Kolu thando ndibon' intshaba
Zezilungiswe nguw' ezonto
Ndenze njani?

[Chorus]
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani

Watch Nathi Ndenzenjani video
Hottest Lyrics with Videos
898b18fbd39e6fb3c10d0dcdd9740166

check amazon for Ndenzenjani mp3 download
these lyrics are submitted by itunew3
Songwriter(s): Nathi
Record Label(s): Muthaland Entertainment
Official lyrics by

Rate Ndenzenjani by Nathi (current rating: 8.80)
12345678910
Meaning to "Ndenzenjani" song lyrics
captcha
Characters count : / 50
Latest Posts