AVEE


Only Bars Lyrics

Bayasibuza senze njani kona nakona sangena,ne-stage sasi-burn(a)|
For ubhala ingoma ndibeke pen yam phantsi then ndisebenzise iqondo|
Nina soloko ndiphambili efront nizibiza itraiker but never nadlala iSoccer|
Khandini yekeni ndihambe step by step njengo velaphi mjongeni|
Coz impumelelo iseshukushukuma|
Xa sendingena kwi Whack cat njengo mngquba ziyaphaphatheka|
I'm always high kule game ngathi ngumrapper otshayi gaja|
Xa ungakwazi udlala ngama ngama kum ungumkanja|
Kundala ndisiza ndirhuzuka sendide ndaphuma ipandla, khanindiyekeni nam ndivuse elam ibandla|
Kum ni-easy njenge Life orientation nxa sowuthetha vele utshitshe subject|
Inoba ndibhalela phezu kweketile ngoba lines zam whack cats ziyazibilisa|
Wena uthi ndi whack uringa amasibmba»»»»

Ayina chorus.... Mr producer ayina chorus... Bendiphelelwe zi-lines chorus andilibhalanga.... Only bars

Akho sidingo soba ndipheke undiyeke nditye amathambo eqondo nxa sendidlala nge lines ndidlala nge flows, joe I'm sick lyk that|
Indaba ndiyeza so nxa sendingenile, indlebe zakho vele ndizikhuphe rus|
"Ndim ijengele ndim ijengele"
Yha check its been a long time coming|
Kundala ndinibukele ndimoshana nalomculo now its my time|
Ndiphethe umkatakata ndidubula zonke ebekundala zitakataka|
Ndim intsinda bandala ndikukhupha amazinyo ase-front nge punch, xa sendikhupha punch lines|
Ndibhala lines ezihlabekisayo ngathi ndibhala nge 3star|
Soze ndizibasele kule game ndithi I'm the best cat|
Mara xa sendingenile apho ndingene khona njengo sipho makhabane, idonga zejerikho ziyandilika
"Indonga zejerikho ziyandilikaaaaaa"

Yha hahahaha Kzn... This beat is from Kzn... Yha what a dope beat.. Salute mr virus... Its a dope beat, only bars bendiphelelwe zi-lines so chorus andilibhalanga|

Go to facebook search "Lifa Avee Mlamla" I'm out... Mr virus

Correct these lyrics

Hottest Lyrics with Videos
a34efd8bc4fa79f14243c5441fc924a5

check amazon for Only Bars mp3 download
these lyrics are submitted by BURKUL4

Rate Only Bars by Avee (current rating: N/A)
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
Meaning to "Only Bars" song lyrics no entries yet
required
capthca required

Characters count
: min. 50 characters