SIMPHIWE DANA


Ndiredi Lyrics

Ndiredi ukundiza ndiph’ umoya
Ndinaw’ amandla okundiza ndiph’

Umoya
Ndiredi ukundiza ndiph’ umoya

Amaxesha ayavuma wo wo wo
He he amaxesha ayavuma wo wo wo
Themba limbi andinalo
Nguw’ ithemba lam
Nguwe nguwe nguw’ ithemba lam
Phantse ndayel’ emaweni
Phantse ndangen’ endongeni
Phantse ndanyathel’ umsila
Phantse ndahlala kwaphela
Phantse ndaval’ umnyango
Phantse ndadyobh’ amehlo
Phantse ndadudel’ uhambo
Phantse ndalahl’ umzamo
Nguban’ oth’ andinawo
Amandla wazi njani
Phantse ndammamela yena
Xa esith’ andinawo

Correct these lyrics

Watch Simphiwe Dana Ndiredi video
Hottest Lyrics with Videos
9e21cd2cc3b27ae6f221684cb3a3634b

check amazon for Ndiredi mp3 download
these lyrics are submitted by musixmatch

Record Label(s): 2004 Gallo Record Company South Africa
Official lyrics by

Rate Ndiredi by Simphiwe Dana (current rating: 5.50)
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
Meaning to "Ndiredi" song lyrics no entries yet
required
capthca required

Characters count
: min. 50 characters