Brenda Fassie - Vuli Ndlela
Top Brenda Fassie SongsNomakanjaniToo Late For Mama
Related Brenda Fassie Links Brenda Fassie Vuli Ndlela

BRENDA FASSIE


Vuli Ndlela Lyrics

Verse 1 x2:
Vul'indlela wemaMgobhozi
He unyana wam
Helele uyatshada namhlanje
Vul'indlela we maNyawuza
Suba nomona
Unyana wami uthathile

Bendingazi ndiyombon'umakoti
Unyana wam eh ujongile this time
MaRhadebe sus'ezo-specs
Uzemtshatweni ndiyashatisa namhlanje
Bebesithi unyana wam lisoka
Bebesithi angeke ashade, vul'indlela

Chorus x2:
Vul'indlela we maMgobhozi
Vul'indlela yekel'umona

Verse 2:
Kwa wena maNgobese
He unomona
Ngoba awunanyana
Unentombi zodwa
Yoyoyo maNgobese
Hee unomona
Hee awunaye unyana onjengowami

Bengingazi ndiyombon'umakoti
Unyana wam eh ujongile this time
MaRhadebe sus'ezo-specs
Uzemshadweni ndiyatshatisa namhlanje
Bebesithi unyana wam lisoka
Bebesithi angeke ashade vul'indlela

Chorus x4:
Vul'indlela hee maMgobhozi
Vul'indlela yekel'umona

Verse 3 x2:
Vul'indlela we maNyawuza
Suba nomona
Unyana wami uthathile

Chorus x2:
Vul'indlela hee maMgobhozi
Vul'indlela yekel'umona (...fade...)

Correct these lyrics

these lyrics are last corrected by Themba Mbiza

Official lyrics powered by

Rate this song (current rating: 10)
12345678910
Meaning to "Vuli Ndlela" no entries yet
(*) required
(*) required

Characters count : (*) min. 100 characters required